User:Dluwaca
Ndlovu Clan.
The purpose of this article is to make a living reference of the Ndlovu Clan's Genealogical information. Resulting from an observation that our Cultural, Customary and Heritage information is slowly getting forgotten, I have decided to compose this article as a living source of information for the Ndlovu Clan.
My name is 'Dalithemba Luwaca. I was born in 1981, 8th of June In South Africa, Eastern Cape Province, Town of Libode (Bridge Farm - Emdlankomo). Libode is a small town between Umtata and Port St Johns. I am currently working as an IT specialist, specialising on Software Analysis, Designing, Development and Testing.
Clan name: Ndlovu, Zidlekhaya ngenxa yokuswel' umalusi, uMntungwa, uGengezi, uMalunga, uMavungula ngethambo lengcili kuba elikaxam lisifehle-fehle, uFulathel' ilanga, sithunzela ndiyeke ndisathunyiwe, kwaNdovu akuvalwa ngezivalo koko kuvalwa ngeentloko zamadoda.
History: to be posted.
Origin: Lo ndizakuwunika apha ngumnombo wam, ukusuka kuLuwaca ukuzakuwa kum, ndisisiqu. Ukhona umnombo ozeleyo obonisa nezinye izindlu eziphuma kuLuwaca.
ULuwaca wayenabafazi abahlanu. Kowesihlanu (umaNgali) wazala uDyani, uMayekiso, uMayekiso kunye noNompi. UMayekiso wazala uJoji, uXabaniso, amawele uMtiti noDafeti, uSimon kunye noCaleb. UMtiti ubenabafazi amabini, umaThiyane kunye noMalubele. KumaThiyane uzele uSiyandawo, uThemba, uThenjiwe, uLizo, uValindawo kunye noMthuthuzeli. ULizo ubenamakhosikhazi amane, uMathole, umaMtlwane, umaKhathula kunye nomaSikhosana. Kumathole uzele uNkosohlanga, uLusindiso kunye noZwelenkosi. UZwelenkosi ubenamakhosikazi amabini. Kwinkosikazi yesibini umaBhele uzele uZamile kunye noDalithemba.
Life's ups and downs: to be posted
Sports: to be posted
Career history and future plans: to be posted
More to come...